Umateyu 24:3 XHO75

3 Ke kaloku, akubon' ukuba uhleli eNtabeni yemiNquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; úya kuba yini na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 24

imbono Umateyu 24:3 kwimeko