Umateyu 24:33 XHO75

33 Ngokukwanjalo nani, xa nithe nazibona zonke ezo zinto, yazini ukuba kukufuphi, sekusemnyango.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 24

imbono Umateyu 24:33 kwimeko