Umateyu 25:15 XHO75

15 Wathi omnye wamnika iitalente* zantlanu, omnye zambini, nomnye yaba nye, walowo wanikwa ngokwawakhe amandla; wahambela kwelinye kwaoko.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 25

imbono Umateyu 25:15 kwimeko