Umateyu 25:24 XHO75

24 Weza ke nalowo wamkela italente yanye, wathi, Nkosi, bendikwazi wena ukuba ungumntu olukhuni, uvuna apho ubungahlwayelanga khona, ubùthe apho ungelelanga khona;

funda isahluko epheleleyo Umateyu 25

imbono Umateyu 25:24 kwimeko