Umateyu 25:41 XHO75

41 Úya kuthi nakwabangasekhohlo, Mkani kum, nina baqalekiswa, niye emlilweni ongunaphakade, owalungiselwa uMtyholi nezithunywa zakhe.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 25

imbono Umateyu 25:41 kwimeko