Umateyu 26:24 XHO75

24 UNyana woMntu uyemka okunene, njengoko kubhaliweyo ngaye. Kodwa ke, yeha, loo mntu uNyana woMntu angcatshwa nguye! Ngekumlungele ukuba ebengazalwanga loo mntu.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26

imbono Umateyu 26:24 kwimeko