Umateyu 26:31 XHO75

31 Ngelo xesha uthi uYesu kubo, Nina nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku; kuba kubhaliwe kwathiwa,Ndiya kumbetha umalusi, zichithwachithwe izimvu zomhlambi.(UZek. 13:7)

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26

imbono Umateyu 26:31 kwimeko