Umateyu 26:39 XHO75

39 Waza, ehambele phambili umganyana, wawa ngobuso bakhe, wathandaza, esithi, Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule kum le ndebe; noko makungabi njengokuthanda kwam, makube njengokuthanda kwakho.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26

imbono Umateyu 26:39 kwimeko