Umateyu 26:65 XHO75

65 Waza umbingeleli omkhulu wazikrazula iingubo zakhe, esithi, Únyelisile; sisawafunelani na amangqina? Yabonani, ngoku nikuvile ukunyelisa kwakhe; nithini na nina?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26

imbono Umateyu 26:65 kwimeko