Umateyu 26:73 XHO75

73 Kwathi ke kwakuba mzuzwana, beza abo babemi khona, bathi kuPetros, Inyaniso, nawe ungowabo; kuba nokuthetha kwakho kuyakudiza.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26

imbono Umateyu 26:73 kwimeko