Umateyu 27:24 XHO75

24 Uthe ke uPilato, akubona ukuba akancedi lutho, ebona ukuba sisuke sangakumbi isiphithiphithi, wathabatha amanzi, wahlamba izandla phambi kwezihlwele, esithi, Andinatyala egazini lalo mntu ulilungisa; ziboneleni nina.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 27

imbono Umateyu 27:24 kwimeko