Umateyu 27:48 XHO75

48 Wesuka wagidima kwaoko omnye kubo, wathabatha imfunxa, wayizalisa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 27

imbono Umateyu 27:48 kwimeko