Umateyu 28:10 XHO75

10 Aze athi uYesu kubo, Musani ukoyika; yiyani kubatyela abazalwana bam ukuba baye eGalili; bondibona khona apho.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 28

imbono Umateyu 28:10 kwimeko