Umateyu 4:6 XHO75

6 Ukuba unguNyana kaThixo, ziphose ezantsi; kuba kubhaliwe kwathiwa,Úya kuziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe zasemazulwini,Zikufukule ngezandla,Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni.(INdum. 91:11)

funda isahluko epheleleyo Umateyu 4

imbono Umateyu 4:6 kwimeko