Umateyu 5:19 XHO75

19 Othe ngoko wachitha noko umnye kule mithetho mincinanana, wabafundisa abantu ngokunjalo, kothiwa ungomncinanana ebukumkanini bamazulu; othe wenza wafundisa ngayo, kothiwa ngomkhulu ebukumkanini bamazulu.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 5

imbono Umateyu 5:19 kwimeko