Umateyu 5:29 XHO75

29 Ukuba ke iliso lakho lokunene liyakukhubekisa, linyothule ulilahle kuwe; kuba kukulungele kanye ukuba kutshabalale libe linye emalungwini akho, kunokuba umzimba wakho uphela uphoswe esihogweni.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 5

imbono Umateyu 5:29 kwimeko