Umateyu 6:32 XHO75

32 Kuba zonke ezo zinto zingxanyelwe ziintlanga; kuba uYihlo wasemazulwini uyazi ukuba ezo zinto zonke ziyafuneka kuni.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 6

imbono Umateyu 6:32 kwimeko