Umateyu 8:26 XHO75

26 Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 8

imbono Umateyu 8:26 kwimeko