Umateyu 8:28 XHO75

28 Kuthe akufika ngaphesheya, ezweni lamaGergasi, kwaqubisana naye abantu ababini abaphethwe ziidemon, bephuma emangcwabeni, belugcalagcala, kwada kwayinkohla ukuba kudlule umntu ngaloo ndlela.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 8

imbono Umateyu 8:28 kwimeko