Umateyu 9:11 XHO75

11 Bakukubona oko abaFarisi, bathi kubafundi bakhe, Kungani na ukuba umfundisi wenu adle nababuthi berhafu naboni?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 9

imbono Umateyu 9:11 kwimeko