Umateyu 9:25 XHO75

25 Basuka bamwa ngentsini. Uthe ke bakukhutshelwa phandle abantu, wangena, wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 9

imbono Umateyu 9:25 kwimeko