Uyohane 12:34 XHO75

34 Samphendula isihlwele sathi, Thina sivile emthethweni, ukuba uKristu* yena uhlala ngonaphakade; ùtsho ngani na wena ukuthi, UNyana woMntu umelwe kukuthi aphakanyiswe? Úngubani na lo Nyana woMntu?

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:34 kwimeko