Uyohane 12:35 XHO75

35 Uthe ngoko uYesu kubo, Liselilifutshane ixesha lokuba ukhanyiso lube nani. Hambani, nisenalo nje ukhanyiso, ukuze ubumnyama bunganiqubuli; lowo uhamba ebumnyameni, akazi apho aya khona.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:35 kwimeko