Uyohane 17:1 XHO75

1 Ezi zinto wazithetha uYesu, wawaphakamisa amehlo akhe wakhangela ezulwini, wathi, Bawo, lifikile ilixa; mzukise uNyana wakho, ukuze noNyana wakho akuzukise;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:1 kwimeko