Uyohane 17:21 XHO75

21 njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:21 kwimeko