Uyohane 17:24 XHO75

24 Bawo, ndithanda ukuba nabo abo undiniké bona, babe nam, apho ndikhona mna; ukuze balubone uzuko lwam owandinika lona; ngokuba wandithanda kwaphambi kokusekwa kwehlabathi.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:24 kwimeko