Uyohane 17:25 XHO75

25 Bawo olilungisa, ihlabathi lona alikwazanga, ke mna ndikwazile; naba bathe bazi ukuba wena undithumile;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:25 kwimeko