Uyohane 20:26 XHO75

26 Baye emveni kweentsuku ezisibhozo bekwangaphakathi abafundi bakhe; wayenabo noTomas. Afike uYesu, zakubon' ukuba zivaliwe iingcango, eme phakathi, athi, Uxolo malube nani.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:26 kwimeko