Uyohane 20:27 XHO75

27 Andule athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; ethe isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:27 kwimeko