Uyohane 8:51 XHO75

51 Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza abone kufa naphakade.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:51 kwimeko