Uyohane 8:52 XHO75

52 Athi ngoko amaYuda kuye, Kukalokunje, siyazi ukuba unedemon. UAbraham wafa, nabo abaprofeti bafa, ube wena usithi, Ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza eve kufa naphakade.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:52 kwimeko