1 Kasamweli 1:1 XHO96

1 ERamatayim kwakukho mfo uthile ugama linguElikana, unyana kaJeroham, kaElihu, kaTowu wendlu kaZufi. Wayengowesizwe sakwaEfrayim kweleentaba.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 1

imbono 1 Kasamweli 1:1 kwimeko