23 Indoda yakhe uElikana yathi: “Kulungile, ungasala. Yenza loo nto uyibona ilungile. Ungalinda ude umlumle umntwana. Ubenga uNdikhoyo angasifezekisa isithembiso sakhe.”Wasala ke uHana, eluncancisa usana lwakhe, lwada lwalunyulwa.
funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 1
imbono 1 Kasamweli 1:23 kwimeko