1 Kasamweli 10:1 XHO96

1 Ke kaloku uSamweli urhole iqhaga elalinamafutha omnquma, wawagalela entloko kaSawule, wamanga, wathi: “Uyakuthambisa *uNdikhoyo ukuze ulawule abantu bakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:1 kwimeko