1 Kasamweli 10:21 XHO96

21 Waza uSamweli wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweziduko zaso, kwaza kwatyunjwa indlu kaMatri, kuyo kwatyunjwa uSawule unyana kaKishe. Bamkhangela kodwa ababi nakumfumana.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:21 kwimeko