1 Kasamweli 10:25 XHO96

25 Ke uSamweli wabachazela ngemigaqo yobukumkani, wayibhala encwadini, waza wayibeka phambi kukaNdikhoyo. Wabandulula ke bonke, bagoduka.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:25 kwimeko