1 Kasamweli 12:18 XHO96

18 Wathandaza wabhekisa kuNdikhoyo ke uSamweli, kwaza kwangaloo mini kwafika iindudumo kunye nemvula, zithunyelwe nguNdikhoyo. Abantu ke ngoko bamoyika uNdikhoyo ngokunjalo noSamweli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 12

imbono 1 Kasamweli 12:18 kwimeko