1 Kasamweli 12:9 XHO96

9 Bathi bakuba lapha abantu bamlibala uNdikhoyo uThixo wabo. Yena ke ngoko wabanikela esandleni sikaSisera umphathi womkhosi waseHazore, nakumaFilistiya, nakukumkani wakwaMowabhi, – zintshaba zabo ezo ezabahlaselayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 12

imbono 1 Kasamweli 12:9 kwimeko