1 Kasamweli 13:20 XHO96

20 Kwakufuneka amaSirayeli aye kumaFilistiya xa afuna ukulolelwa amakhuba namagaba, amazembe kunye neerhengqa zawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 13

imbono 1 Kasamweli 13:20 kwimeko