1 Kasamweli 14:1 XHO96

1 Ngamhla uthile uJonatan unyana kaSawule wavakala esithi kumfana omphathela izikrweqe: “Masikhe siwelele ngaphesheya phaya kulaa kampana yamaFilistiya.” Phofu akayithethanga kuyise le nto uJonatan.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 14

imbono 1 Kasamweli 14:1 kwimeko