1 Kasamweli 14:13 XHO96

13 UJonatan wenyuka iliwa ekhasa, elandelwa nguloo mfana, baya kuphumela. Wawahlasela amaFilistiya uJonatan, kujuba ugodo nje, umfana egqibezela awileyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 14

imbono 1 Kasamweli 14:13 kwimeko