1 Kasamweli 14:41 XHO96

41 USawule ke wabhekisa kuNdikhoyo uThixo kaSirayeli, wathi: “Nceda undinike impendulo enyanisekileyo.”Kwafika impendulo, isalatha ityala kuJonatan kunye noSawule, umkhosi wona ungenatyala.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 14

imbono 1 Kasamweli 14:41 kwimeko