1 Kasamweli 14:49 XHO96

49 Nanga amagama oonyana bakaSawule: nguJonatan, noIshvi, kunye noMalkishuwa. Ezintombini enkulu yayinguMerabhi, encinci inguMikali.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 14

imbono 1 Kasamweli 14:49 kwimeko