13 Walanda ekhondweni uSamweli, wada wamfumana, uSawule wathi: “Makakuthamsanqele uNdikhoyo, Samweli! Ndiwufezile umyalelo kaNdikhoyo!”
funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15
imbono 1 Kasamweli 15:13 kwimeko