1 Kasamweli 17:16 XHO96

16 Yaba ngamashumi amane eentsuku uGoliyati mihla le ecela umngeni kumaSirayeli kusasa nangokuhlwa.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:16 kwimeko