1 Kasamweli 17:22 XHO96

22 Oko kutya wayekuphethe uDavide wakushiya kumgcini-mithwalo, wagqotsa ukuya apho kuza kuliwa khona. Akufika wabulisa abantakwabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:22 kwimeko