33 Waphendula uSawule wathi: “Ayingangawe into yokuya kulwa nalaa mFilistiya. Ùselula, kanti yena uqhelene nokulwa kwasebutsheni bakhe.”
funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17
imbono 1 Kasamweli 17:33 kwimeko