1 Kasamweli 17:54 XHO96

54 UDavide yena wathatha intloko kaGoliyati, waya nayo eJerusalem, zona izikrweqe zikaGoliyati wazigcina ententeni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:54 kwimeko