1 Kasamweli 17:8 XHO96

8 UGoliyati wema bhuxe, wakhwaza ebhekisa kwizintlu zamaSirayeli, wathi: “Wa, zicakandini zikaSawule, nenzani apho? Makuliwe! NdingumFilistiya mna; mayiphume ngapha ibe nye, sigagane.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:8 kwimeko