1 Kasamweli 18:22 XHO96

22 Wathuma amaphakathi akhe uSawule, esithi: “Thethani noDavide bucala, nithi: ‘Ukumkani ukholisekile nguwe, yaye onke amagosa kakumkani ayakuthanda. Ngoko ke yiba ngumkhwenyana kakumkani.’ ”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:22 kwimeko